Uvukile [Live] - Ncebakazi Msomi

Yisabatha
Namhla nkosi
Yile mini yakho
Bayavuya abantu bakho
Ngale mini yakho

Yisabatha
Namhla nkosi
Yile mini yakho
Bayavuya abantu bakho
Ngale mini yakho

Uvukile wena ntloko
Yabo ba kholwayo
'sakuvuka nathi ngoko
Thina sikholwayo

Uvukile wena ntloko
Yabo ba kholwayo
'sakuvuka nathi ngoko
Thina sikholwayo

Maliviwe izwi lakho
Ngaba nintsi bakho
Ma bavuswe ekufeni
Ba benawe namhla

Maliviwe izwi lakho
Ngaba nintsi bakho
Ma bavuswe ekufeni
Ba benawe namhla

Uvukile wena ntloko
Yabo ba kholwayo
'sakuvuka nathi ngoko
Thina sikholwayo

'sakuvuka nathi ngoko
Thina sikholwayo
'sakuvuka nathi ngoko
Thina sikholwayo
'sakuvuka nathi ngoko
Thina sikholwayo
'sakuvuka nathi ngoko
Thina sikholwayo
'sakuvuka nathi ngoko
Thina sikholwayo
'sakuvuka nathi ngoko
Thina sikholwayo